Matthew 7:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako zonke izinto enitanda ukuba abantu bazenze kuni, yenzani nani ngokunjalo kubo; ngokuba oku kungumteto nabaprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto ngoko enisukuba ninga bangazenza abantu kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo; kuba oko kungumthetho nabaprofeti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izinto ngoko enisukuba ninga bangazenza abantu kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo; kuba oko kungumthetho nabaprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Zonke izinto ke enifuna ukuba abantu bazenze kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo. Yiyo leyo ke intsingiselo *yomthetho kaMosis nomyalelo *wabashumayeli bamandulo.”