Matthew 7:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi ngabo bonke abati kum: Nkosi, Nkosi! abaya kungena ebukumkanini bezulu; koko ngowenzayo intando kabawo osezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Asingabo bonke abathi kum, Nkosi, Nkosi, abaya kungena ebukumkanini bamazulu; ngokwenzayo ukuthanda kukaBawo osemazulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asingabo bonke abathi kum, Nkosi, Nkosi, abaya kungena ebukumkanini bamazulu; kodwa ngulowo wenza ukuthanda kukaBawo osemazulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Asingabo bonke abathi kum: ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kubuxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo; kuphela ngabayenzayo intando kaBawo osezulwini.