Matthew 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo osukuba eweva lamazwi am, angawenzi, wofanekiswa nomntu osidenge, owakayo indlu yake entlabatini:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nomntu wonke owevayo la mazwi am, angawenzi, wofanekiswa nendoda esisiyatha, yona yayakhelayo entlabathini indlu yayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nomntu wonke owevayo la mazwi am, angawenzi, uya kufaniswa nendoda esisiyatha, yona yayakhelayo entlabathini indlu yayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wonke umntu owevayo la mazwi am, angawenzi, unokufanekiswa nendoda esisiyatha, ethe yayakha entlabathini indlu yayo.