Matthew 7:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti nina nokuti kumzalwana wako: Vuma ndiliku̔pe icetyana esweni lako; kanti nangu umqadi kwelako iliso?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye ungathini na ukuthi kumzalwana wakho, Yeka ndisikhuphe isibi eso esweni lakho, kanti nango umqadi kwelakho iliso?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye ungáthini na ukuthi kumzalwana wakho, Yeka ndisikhuphe isibi esweni lakho; kanti nanku umqadi kwelakho iliso?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungáthini ukuthi kuwenu: ‘Khawume ndikhuphe isibi esiselisweni lakho,’ kanti nango umqadi kwelakho iliso?