Matthew 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguwupina ke kuni engumntu oya kuti, ukuba unyana wake uyacela isonka, amnikele ilitye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwuphi na umntu kuni ongathi, ukuba unyana wakhe uthe wacela isonka, amnike ilitye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwuphi na umntu kuni ongathi, ukuba unyana wakhe uthe wacela isonka, amnike ilitye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngubani na kuni onokuthi enonyana ocela isonka, asuke amnike ilitye;