Matthew 8:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu akuva oku wati nqa, wati kwabalandelayo: Ngokwenene nditi kuni, andifumananga lukolo olungaka nakwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabalandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabamlandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wamangaliswa akukuva oku, waza wathi kwababemlandela: “Inene, andikafumani namnye onokholo olungaka nkqu nakwaSirayeli.