Matthew 8:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa usapo lwobukumkani luya kulahlelwa ebumnyameni bangapandle; apo kwobako ukulila nokuqaqazela kwamazinyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa bona abantwana bobukumkani baya kukhutshelwa emnyameni ongaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa bona abantwana bobukumkani baya kukhutshelwa emnyameni ongaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa abo babekade bengabohlanga olulawulwa nguThixo bolahlelwa phandle ebumnyameni lee, apho baya kulila khona bengcungcutheka.”