Matthew 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Yesu kwinkosikulu: Hamba, makube njalo kuwe njengokukolwa kwako. Sati isicaka sayo sapiliswa kwa ngeloxeshana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba ke, makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho. Saphiliswa kwangalo elo lixa isicaka sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba; makwenzeke kuwe njengoko ukholiwe. Saphiliswa kwangelo lixa isicaka sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi kumphathi-butho: “Hamba ke; ngenxa yokuba ukholiwe, wokwenzelwa oko.” Saza saphila kwangelo xesha isicaka eso.