Matthew 8:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wacu̔kumisa isandla sake, lamyeka icesine: wesuka ke, wabakonza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza wachukumisa isandla sakhe, yamyeka icesina; wavuka ke, wabalungiselela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wachukumisa isandla sakhe, yamyeka icesina, wavuka, wabalungiselela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabamba isandla sakhe; yamyeka ifiva, waphakama, walungiselela uYesu ukutya.