Matthew 8:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akubona u‐Yesu izihlwele ezininzi zimpahla, waxela ukuba kumkiwe kuyiwe ecaleni elingapesheya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uYesu, akubona abantu abaninzi bemphahlile, wathi makumkiwe kuyiwe ngaphesheya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu, akubona abantu abaninzi bemphahlile, wathi makumkiwe kuyiwe ngaphesheya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu akuyibona indimbane emngqongileyo, wayalela ukuba kuyiwe phesheya koLwandle lwaseGalili.