Matthew 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza umba̔li otile weza wati kuye: Mfundisi! ndokulandela, apo usukuba uhambela kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kweza mbhali uthile, wathi kuye, Mfundisi, ndiya kukulandela apho ungaya khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kweza mbhali uthile, wathi kuye, Mfundisi, ndiya kukulandela apho ungaya khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kweza mchazi-mthetho uthile kuye, wathi: “Mfundisi, ndiya kuba ngumlandeli wakho, ndiye naphi na apho uthe waya khona.”