Matthew 8:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, bona ke, ileperi leza lambedesha, lisiti: Nkosi! ukuba uyatanda, ungandihlambulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nanko kusiza oneqhenqa, waqubuda kuye, esithi, Nkosi, ukuba uyathanda, unako ukundihlambulula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nanko kusiza oneqhenqa, waqubuda kuye, esithi, Nkosi, ukuba uyathanda, unako ukundihlambulula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwabonakala kusiza umntu oneqhenqa, owaqubuda phambi kwakhe, wathi: “Nkosi, ndiyazi ukuba unako ukundihlambulula ukuba uyathanda.”