Matthew 9:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Yesu kubo: Usapo lwenkambili yomtshakazi lungaba lusizi na, nxa asenalo umyeni? kodwa iya kuza imihla okuya umyeni aya kususwa kulo, lwaluya kuzila ukutya oko ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYesu kubo, Banako yini na abegumbi lomtshakazi ukukhedama, lo gama umyeni asenabo? Kodwa kuya kufika mihla awothi asuswe kubo umyeni, bandule ke ukuzila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYesu kubo, Banako yini na abegumbi lomtshakazi ukukhedama, lo gama umyeni asenabo? Kodwa kuya kufika mihla awothi asuswe kubo umyeni, bandule ke ukuzila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabaphendula wathi: “Ngaba abakhaphi bomyeni bangákhedama na umyeni esenabo? Abangekhe! Kodwa lofika ixesha lokuba umyeni asuswe kubo, bandule ke ukuzila.