Matthew 9:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ebesiti ngapakati kwake: Ukuba ndiyacu̔kumisa ingubo yake kodwa, ndiya kupiliswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ibisithi ngaphakathi kwayo, Ukuba ndithe ndachukumisa ingubo yakhe nje kodwa, ndophiliswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba ibisithi ngaphakathi kwayo, Ukuba ndithe ndachukumisa ingubo yakhe nje kodwa, ndophiliswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba wayesithi: “Ukuba ndithe ndachukumisa nokuba sisambatho sakhe esi, ndophiliswa.”