Matthew 9:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kubo: Kwelelani; ngokuba intombazana ingafile, ilele butongo. Basuka bamhleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
athi kubo, Khwelelani; kuba intombazana ayifile, ilele.Basuka bamwa ngentsini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kubo, Khwelelani; kuba intombazana ayifile, ilele. Basuka bamwa ngentsini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi: “Khaniphume. Intombazana le ayibhubhanga; ilele nje.” Basuka bamwa ngentsini.