Matthew 9:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko wati, wakuku̔tshelwa pandle umhlambi, wangena, wabamba isandla sayo, yavuka ke intombazana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke bakukhutshelwa phandle abantu, wangena, wayibamba ngesandla, yaza yavuka intombazana leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke bakukhutshelwa phandle abantu, wangena, wayibamba ngesandla, yaza yavuka intombazana leyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuba bonke bekhutshiwe endlwini, uYesu wangena, wabamba isandla sentombazana leyo, wayivusa.