Matthew 9:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati akungena endlwini, zeza kuye imfama ezo; waza wati kuzo u‐Yesu: Niyakolwa na ukuba ndinamandla okwenza oku? Zati kuye: Ewe, Nkosi!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zithe, akungena ke endlwini, zeza kufika kuye iimfama; athi kuzo uYesu, Niyakholwa na ukuba ndinako ukukwenza oko? Zithe kuye, Ewe, Nkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zithe, akungena endlwini, zeza kufika kuye iimfama, athi kuzo uYesu, Niyakholwa na ukuba ndinako ukukwenza oko? Bathi kuye, Ewe, Nkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akungena endlwini uYesu, zeza kuye iimfama ezo, waza uYesu wathi kuzo: “Niyakholwa na okokuba ndinako ukukwenza oku?” Zaphendula zathi: “Ewe, Nkosi.”