Matthew 9:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa zibe zipuma, bona ke, kwaziswa kuye umntu osisidenge ongenelwe yidemoni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku zakubon ukuba ziyaphuma, kwabonakala kuziswa kuye umntu osisidenge, ophethwe yidemon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku zakubon’ ukuba ziyaphuma, kwabonakala kuziswa kuye umntu osisidenge, ophethwe yidemon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuphuma kwazo ezi mfama, nako kufika isimumu esiphethwe yindimoni, siziswa kuYesu.