Matthew 9:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akubona izihlwele, wabetwa lusizi ngazo, ngokuba zibe zicubukile zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, akuzibona izihlwele, wasikwa yimfesane zizo, ngokuba zibe zityhafile, zichithakele ngokwezimvu ezingenamalusi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke, akuzibona izihlwele, wasikwa yimfesane zizo, ngokuba zibe zityhafile, zichithakele ngokwezimvu ezingenamalusi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuzibona izihlwele, wavelana nazo, kuba bezinxubile, zityhafile ngokweegusha ezingenamalusi.