Micah 1:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso umhlalikazi wase‐Marote uyatutumbela okulungileyo; ngokuba ububi buhlile kuyehova, busiza esangweni le‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abemi baseMaroti bazibhijabhija ngenxa yokulungileyo;kuba kuhle ububi buphuma kuYehova, beza esangweni leYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abemi baseMaroti babelindele okulungileyo, kodwa kwakusihla ububi buphuma kuYehova beza esangweni leYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AbaseMaroti bayapena-pena ziintlungu, belangazelela okulungileyo, kuba isithwakumbe sivele *kuNdikhoyo, sathi gaxa kumasango eJerusalem.