Micah 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amanxeba ayo engenakupoliswa; ngokuba eze nakwa‐Juda: ufikele esangweni labantu bam, kwa se‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba amanxeba alo akanakunyangwa; ngokuba kude kwafika nakwaYuda, kwada kwafika esangweni labantu bam eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba inxeba lakhe alinakuphiliswa; ngokuba ibifike kwaYuda; yeza esangweni labantu bam eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku inxeba leSamariya alinyangeki, ngoku selisosulela noJuda lo. Selikumasango abantu bam; ewe, kwiJerusalem ngenkqu.