Micah 2:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sukani, nimke! ngokuba ingeyiyo le indawo yokupumla kwenu; ngenxa yokunco̔la iya ku ni ci̔ta, kwa ngengci̔to enzima.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sukani, nihambe; kuba asiyiyo indawo yokuphumla kwenu le;ngenxa yobunqambi bayo obonakalisayo, obonakalisayo kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vuka, uhambe; ngokuba indawo yenu asiyiyo indawo yokuphumla kwenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yithi thwas' uhambe, kuba le asiyondawo yakuphumla. Ewe, le ndawo ixabhelekile; ifikelwa yintshabalalo engenakunqandwa.