Micah 2:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba umntu, ohamba emoyeni nasebuxokini, uyaxoka, esiti: Ndiya kuprofitesha kuwe ngeveyine nangoselo olunamandla; nguye lo oya kuba ngumprofite wababantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bekukho umntu ohamba nomoya, exokisa ngamanga, esithi, Ndiya kuwisa intetho kuwe ngokusingisele kwiwayini, nakwisiselo esinxilisayo, ubeya kuba ngumwisi-ntetho kwaba bantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umntu ohamba nomoya, wathetha ubuxoki, wathetha ubuxoki, wathi, Ndiya kuwisa intetho kuni ngewayini nangesiselo esinxilisayo; kwaye uya kuba ngumprofeti wolu hlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kufika ixoki lomkhohlisi lisithi: ‘Mna ndishumayela indyebo; yoba yindyikityha yewayini notywala;’ yena woba ngoyena *mshumayeli ulungileyo kwaba bantu!”