Micah 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umtyobozeli unyukele pambi kwabo; bayatyobozela, badlulele esangweni; bayapuma ngalo; ukumkani wabo uyadlula pambi kwabo, noyehova entlokweni yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unyuke phambi kwabo umgqobhozi; bayagqobhoza, bayangena esangweni, bayaphuma kwangalo; ukumkani wabo uhamba phambi kwabo, uYehova esentloko kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unyuke phambi kwabo umbhuqi; batyhoboza, bangena ngesango, baphuma ngalo; yaye ukumkani wabo uya kubakhokela, yaye uYehova uya kubakhokela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uvulindlela wohamba phambi kwabo; botyhoboza baphume esangweni. Ukumkani woba yena ekhokele, *uNdikhoyo ngokwakhe abe yintloko yabo.”