Micah 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abafazi babantu bam niyabagxota ekayeni labo elimnandi; niyasusa kubantwana babo ubungcwalisa bam kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abafazi babantu bam niyabagxotha ezindlwini zeziyolo zabo;ebantwaneni babo nizithabathile izivatho zam ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abafazi babantu bam bayakugxotha ezindlwini zezihombo zabo; ubuhluthe ubungangamsha babantwana babo ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyabagxotha abafazi bakowethu, bemke emizini elibhongo labo. Abantwana babo nibohlutha intsikelelo yam, bangaze bayifumane naphakade.