Micah 3:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ngenyaniso ndizele ngamandla ngomoya kayehova; ndizele nalugwebo nokalipo: ukuba ndixele ku‐Yakobi isigqito sake, naku‐Sirayeli isono sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke mna ndizele ngamandla ngomoya kaYehova, ndizele kokusesikweni nobugora, ukuze ndimxelele uYakobi ukreqo lwakhe, uSirayeli isono sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndizele amandla ngomoya kaYehova, nobulungisa namandla, ukuze ndimxelele uYakobi ukreqo lwakhe, uSirayeli isono sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna okokwam ndomelele; uMoya kaNdikhoyo uyandongamela, undithe jize ngobulungisa namandla, ukuze ndixelele uYakobi ubugwenxa bakhe, uSirayeli ndimbonise isono sakhe.