Micah 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kuyinqamla imifanekiso yako eqingqiweyo nezifanekiso ezimiyo zako kwa pakati kwako; akusayi kupinda ubedeshe umsebenzi wezako izandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuyinqumla imifanekiso yakho eqingqiweyo, nezimiso zakho zamatye, zingabikho phakathi kwakho; ungabi saqubuda kumsebenzi wezandla zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndoyibhangisa imifanekiso yenu eqingqiweyo, ingabikho phakathi kwenu; aniyi kuphinda niqubude kumsebenzi wezandla zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndoyitshabalalisa imifanekiso eqingqiweyo neentsika zonqulo eziphakathi kwenu. Akuyi kuba saguqa kumsebenzi wezandla zakho.