Micah 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko wobayekelela kude kube lixesha azeleyo lowo oya kuzala; bandule abazalwana bake abaseleyo babuyele elusatsheni luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko uya kubanikela kude kube lixesha lokuzala kozalayo, ade abuye amasalela abazalwana bakhe, kunye noonyana bakaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko uya kuwanikela kubo, kude kube lixesha lokuzala kwayo; abuye ke amasalela abazalwana bakhe, aye koonyana bakaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uSirayeli yena uya kulahlwa ade ke lowo ulunywayo abeleke, ke bona abantakwabo babuye beze bazibandakanye namaSirayeli.