Micah 6:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba izityebi zaso zizele bubudlwengu, nabemi baso batetile ubuxoki, nolwimi lwabo bubukohliso emlonyeni wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba izityebi zakhona zizele lugonyamelo, nabemi bakhona bathethe ubuxoki, nolwimi lwabo lube lunenkohliso emlonyeni wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ubutyebi bayo buzele lugonyamelo, nabemi bakhona bathethe ubuxoki, nolwimi lwabo lusemlonyeni wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izinhanha zakho zizibhoja, kanti abantu bakho bayaxoka, batsho ngolwimi olukhohlisayo.