Micah 6:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena ungatya, kodwa akuyi kuhlutiswa, wauya kubohla pakati kwako; kanjako ungafudusa, kodwa akuyi kusindisa, noko ukusindisayo ndokunikela esiṙeleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uya kudla, ungahluthi, uhlale unephango; usabise, ungasindisi; nokusindileyo ndikunikele ekreleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kudla, ningahluthi; nokulahlwa kwakho kube phakathi kwakho; uya kubambisa, ungasindisi; nento eniya kuyinika omnye komnye, ndiyinike omnye komnye ikrele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuba ngatya, unganeliseki; isisu sakho sosala sithe nca. Uya kuba ngabeka, kungagcinakali nto; oovimba bakho bochithwa yimfazwe.