Micah 6:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena ungahlwayela, kodwa akuyi kuvuna; ungaxovula amanquma, kodwa akuyi kuzitambisa ngeoli; n edreyive z eveyine entsha, kodwa akuyi kusela iveyine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uya kuhlwayela, ungavuni; wena uya kuxovula umnquma, ungazithambisi ngeoli; uxovule iwayini entsha, ungaseli wayini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuhlwayela, ungavuni; uxovule umnquma, kodwa ungazithambisi ngeoli; newayini emnandi, kodwa akuyi kusela wayini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuba ngalima, tu isivuno. Uya kuwukhama wona umnquma kodwa ungaze ube nawo amafutha. Uya kuyixovula yona idiliya, kodwa soze usele wayini.