Micah 6:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yivani, zintaba! ipike likayehova, nani misekelo yomhlaba emiyo futi! ngokuba uyehova enepike nabantu bake, uya kupikisana no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yivani, zintaba, ukubambana kukaYehova, nani zimakade, ziseko zehlabathi; kuba uYehova ubambene nabantu bakhe, uya kuphikisana namaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nina zintaba, liveni ilizwi likaYehova, nani ziseko zehlabathi, ngokuba uYehova ubambene nabantu bakhe, uya kulwa noSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuveni ukubambana kukaNdikhoyo, zintaba. Phulaphulani, ziseko ezingatshitshiyo zehlabathi. UNdikhoyo ubabeka ityala abantu bakhe; ewe, ubeka isityholo kuSirayeli.