Micah 6:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndaninyusa elizweni le‐Jipete, ndanikulula endlwini yobukoboka; kanjalo ndatuma pambi kwenu u‐Mosesi, n o‐Arone, no‐Miriyame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndaninyusa ezweni laseYiputa, ndanikhulula endlwini yamakhoboka, ndathuma phambi kwenu ooMoses, noAron, noMiriyam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndanikhupha kwilizwe laseYiputa ndaza ndanikhulula endlwini yobukhoboka; Ndathuma ooMoses, uAron, noMiriyam, ukuba banikhokele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi ndanikhupha kwelaseJiputa; ndanikhulula kwilizwe lobukhoboka; ndaninika uMosis ukuba anikhokele, enoAron noMiriyam?