Micah 7:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ilizwe loba yingci̔takalo ngenxa yabemi balo, ngenxa yesixakato sezenzo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuba senkangala elizweni, ngenxa yabemi balo, ngenxa yeziqhamo zeentlondi zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ilizwe liya kuba yintlango ngenxa yabemi balo, ngenxa yemiphumo yezenzo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mhlaba wona woba yinkangala; ewe, ngenxa yabemi bawo, nangenxa yezinto abazenzileyo.