Nahum 1:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intaba ziyangcangcazela pambi kwake, nenduli ziyanyibilika; umhlaba uyazipakamisa ebusweni bake, nelizwe, nabo bonke abemiyo kulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iintaba ziyanyikima phambi kwakhe, neenduli ziyanyibilika;liyafukuka ihlabathi ebusweni bakhe, elimiweyo nabemi bonke abakulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iintaba ziyashukuma ngenxa yakhe, neenduli ziyanyibilika, nomhlaba uyavutha bubuso bakhe, ewe, umhlaba nabo bonke abahlala kuwo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phambi kwakhe iintaba ziyaqhaqhamba; ke zona iinduli zitsho zinyibilike. Akuvela umhlaba uyarhwaqela, ngokunjalo nehlabathi nabemi balo.