Nahum 2:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ingonyama yaqwengela amatole ayo okwaneleyo, yaṙwishela ingonyamakazi zayo; yazalisa iminxuma yayo ngokuqwengiweyo, nendlu zayo ngokubanjiweyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingonyama le iqwenga okwanele amathole ayo, ikrwitshele iingonyamakazi zayo, izalise imingxuma yayo ngexhoba, nezikhundla zayo ngento eqwengiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ingonyama le iqwenga okwanele amathole ayo, iwuzele iingonyamakazi zayo, iwuzalise umzi wayo ngexhoba, nemiqolomba yayo ngamanqina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingonyama iwazingelele amthole ayo, oogxa bayo yabaqwengela amaxhoba; imingxuma yayo iyizalise ngenyama, isikhundla sayo siphuphuma okuqwengiweyo.