Nahum 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangona i‐Nineve injengecibi lamanzi, kwa kuselokw okuqala kw emihla yayo, baya kwesaba noko. Kutwa: Yimani! yimani! kodwa akuko mntu obeka ngomva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
INineve injengechibi lamanzi, kususela koko yabakhoyo;bayabaleka noko; kuba angathiwa, Yimani, yimani! hayi, akubikho uphethulayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa iNineve injengechibi elidala, kodwa yona iya kubaleka. Linda, linda, baya kulila; kodwa akukho bani uya kubheka ngasemva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
INiniva suka yanjengechibi elimanzi atyhobozayo. Bathi: “Kahleni, kahleni!” kodwa abanyeki nokunyeka.