Nahum 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe uya kunxila, uya kuzimela; nawe uya kufuna indawo enqabileyo ngenxa yotshaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nawe lo uya kunxila, uya kufihlakala; nawe lo uya kufuna igwiba ngenxa yotshaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nawe uya kunxila; uya kungcwatywa, ufune ubungangamsha ngenxa yotshaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawe kambe uza kushusha, uzame ukuzimela, ufune ukuzikhusela ezintshabeni zakho.