Nahum 3:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke inqaba zako zinjengemikiwane inamakiwane avutwa kuqala; ati akuvutululelwa, awe emlonyeni wotyayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke iinqaba zakho ziyimikhiwane enamakhiwane aqalelayo;ukuba avuthululwe, owa emlonyeni wowadlayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke iinqaba zakho ziya kuba njengemikhiwane enamakhiwane aqalela ekuqaleni; xa zishukunyiswa, zowela emlonyeni walowo uzidlayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinqaba zakho zofana nemikhiwane; nditsho leyo ilulibo luvuthiweyo. Umthi lowo uthi ungashukunyiswa amakhiwane adibane nokutyiwa.