Nehemiah 10:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku abo bancamatiselayo: ngu‐Nehemiya, inkosi enkulu, unyana ka‐Hakaliya, no‐Zedekiya,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abo ke bawutywinayo: nguNehemiya irhuluneli, unyana kaHakaliya, noZedekiya,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo boyiswayo nguNehemiya, noTirshata, unyana kaHagaliya, noZedekiya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Owokuqala ukusayina isivumelwano ibingumlawuli uNehemiya unyana kaHakaliya, emva koko yaba nguZedekiya.