Nehemiah 10:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naba‐Levi: ngu‐Yoshuwa, unyana ka‐Azaniya, u‐Binuwi, konyana baka‐Henadade, u‐Kadimele;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AbaLevi: nguYeshuwa unyana ka-Azaniya, noBhinwi koonyana bakaHenadade, noKademiyeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AbaLevi nguYeshuwa unyana ka-Asaniya, noBhinuwi koonyana bakaHenadade, noKademiyeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abaLevi: uYeshuwa unyana ka-Azaniya, uBhinuwi koonyana bakaHenadadi, noKademiyeli,