Nehemiah 11:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nabazalwana babo, amaṙoti akalipileyo, ikulu elinamashumi mabini anesibozo: umongama wabo ebengu‐Zabideli, unyana wo wabakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nabazalwana babo, amagorha anobukroti, belikhulu elinamanci mabini anesibhozo; umphathi kubo ibinguZabhediyeli unyana kaGedolim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabazalwana babo, amagorha anobukroti, belikhulu elinamanci mabini anesibhozo; umlindi wabo ke ibinguSabhediyeli, unyana womnye wamadoda amakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
namahlakani akhe, iinto ezingamagorha, ikhulu elinamashumi amabini anesibhozo. Inkokheli yabo yayinguZabhediyeli unyana kaHagedolim.