Nehemiah 11:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo aba‐Levi: u‐Shemaya, unyana ka‐Hashube, unyana ka‐Zarikame, unyana ka‐Hashabiya, unyana ka‐Buni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
KubaLevi: ibinguShemaya unyana kaHashubhi, unyana ka-Azarikam, unyana kaHashabhiya, unyana kaBhuni,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KubaLevi yayinguShemaya unyana kaHashubhi, unyana ka-Ashrikam, unyana kaHashabhiya, unyana kaBhuni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
KubaLevi yayinguShemaya unyana kaHashubhi, ka-Azerikam, kaHashabhiya, kaBhuni;