Nehemiah 11:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Mataniya, unyana ka‐Mika, unyana ka‐Zabedi, unyana ka‐Safa, intloko eyaqala ukubulela ekutandazeni; no‐Bakebukiya, owesibini pakati kwabazalwana bake; no‐Abeda, unyana ka‐Shamuha, unyana ka‐Galali, unyana ka‐Jedutune.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noMataniya unyana kaMika, unyana kaZabhedi, unyana ka-Asafu, obengumhlabeli wezokudumisa emthandazweni, noBhakebhukiya, obengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda, unyana kaShamuwa, unyana kaGalali, unyana kaYedutun.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMataniya unyana kaMika unyana kaShabhedi unyana ka-Asafu wayeyintloko yokubulela ngomthandazo; noBhakebhukiya, owesibini kubazalwana bakhe, noAbheda, unyana kaSamuwa, unyana kaGalali, unyana kaYedutun.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uMataniya unyana kaMika, kaZabbedi, ka-Asafu, umbhexeshi kwezokubulela nezokuthandaza; uBhakebhukiya owayelisekela kumahlakani akhe; noAbheda unyana kaShamuwa, kaGalali, kaYedutun.