Nehemiah 11:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
No‐Petahiya unyana ka‐Meshezabele, kulo usapo luka‐Zera unyana ka‐Juda, yena ebengecala lokumkani, ngento zonke zabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPetaya unyana kaMeshezabheli, koonyana bakaZera, unyana kaYuda, ubesisandla sokumkani ezintweni zonke zabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uPetaya, unyana kaMeshezabheli, koonyana bakaSeraki, unyana kaYuda, ubesesandleni sokumkani kuyo yonke imicimbi yesizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPetaniya unyana kaMeshezabheli, omnye wenzala kaZera unyana kaJuda, wayesisandla sikakumkani kuyo yonke imicimbi emayela noluntu.