Nehemiah 11:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo aba‐Levi kwahlala inxenye ezahlulweni zakwa‐Juda, ne zakwa‐Benjamine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NakubaLevi kwaphuma amaqela kwaYuda, eza kwaBhenjamin.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KubaLevi kwakukho amaqela kwaYuda nakwaBhenjamin.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amanye kumaqela abaLevi akwaJuda ema kwaBhenjamin.