Nehemiah 11:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nase‐Yerusaleme kwahlala inxenye kulo usapo luka‐Juda, nakulo usapo luka‐Benjamine.) Kulo usapo luka‐Juda: u‐Hataya, unyana ka‐Huziya, unyana ka‐Zekariya, unyana ka‐Amariya, unyana ka‐Shefatiya, unyana ka‐Mahalalele, kulo usapo luka‐Faretse;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
EYerusalem kwahlala ezoonyana bakaYuda, nezoonyana bakaBhenjamin. Koonyana bakaYuda: yanguAtaya, unyana kaUziya, unyana kaZekariya, unyana ka-Amariya, unyana kaShefatiya, unyana kaMahalaleli koonyana bakaPeretse;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlala eYerusalem beboonyana bakaYuda noonyana bakaBhenjamin koonyana bakaYuda; uAtaja, unyana ka-Osiya, unyana kaZekariya, unyana ka-Amariya, unyana kaShefatiya, unyana kaMahalaleli, koonyana bakaPerets;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
babe ke abanye abakwaJuda nabakwaBhenjamin behleli eJerusalem. Kwinzala kaJuda yaba nguAtaya unyana kaUziya, kaZakariya, ka-Amariya, kaShefatiya, kaMahalaleli, inzala kaPerezi,