Nehemiah 11:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Mahaseya, unyana ka‐Baruke, unyana ka‐Kolehoze, unyana ka‐Hazaya, unyana ka‐Hadaya, unyana ka‐Yoyaribe, unyana ka‐Zekariya, unyana ka‐Shilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noMahaseya, unyana kaBharuki, unyana kaKoli-hoze, unyana kaHazaya, unyana ka-Adaya, unyana kaYoyaribhi, unyana kaZekariya, unyana womSheloni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noMahaseya, unyana kaBharuki, unyana kaKoloshe, unyana kaHazaya, unyana ka-Adaya, unyana kaYoyaribhi, unyana kaZekariya, unyana kaShilon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
noMaseya unyana kaBharuki, unyana kaKolihoze, kaHazaya, ka-Adaya, kaYoyaribhi, kaZakariya, inzala kaShela.