Nehemiah 11:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaba abalusapo luka‐Benjamine: u‐Salu, unyana ka‐Meshulame, unyana ka‐Yohedi, unyana ka‐Pedaya, unyana ka‐Kolaya, unyana ka‐Mahaseya, unyana ka‐Yitiyeli, unyana ka‐Yesaya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaBhenjamin: ibinguSalu, unyana kaMeshulam, unyana kaYohedi, unyana kaPedaya, unyana kaKolaya, unyana kaMahaseya, unyana kaItiyeli, unyana kaYesaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba oonyana bakaBhenjamin; nguSalu, unyana kaMeshulam, unyana kaYuda, unyana kaPedaya, unyana kaKoliya, unyana kaMahaseya, unyana kaItiyeli, unyana kaIsaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inzala kaBhenjamin yayinguSalu unyana kaMeshulam, kaJowedi, kaPedaya, kaKolaya, kaMaseya, kaItiyeli, kaYesaya,