Nehemiah 11:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nasemva kwake, u‐Gabai, u‐Salai; amakulu alitoba anamashumi mabini anesibozo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva kwakhe ibinguGabhayi-salayi, enamakhulu asithoba, anamanci mabini anesibhozo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwakhe nguGabhayi, noSalayi, ibingamakhulu asithoba, anamanci mabini anesibhozo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nabalandeli bakhe, uGabhayi noSalayi, bebonke bengamadoda angamakhulu alithoba anamashumi amabini anesibhozo.